Bebengayivali imilomo abahlali bamatyotyombe baseThembeni eNomzamo ngexesha bebefumana iimpahla kunye neebhedi beziphiwa ngamalungu ombutho iSinikithemba ngeCawe umhla we 14 kuCanzibe. Oku kususela ...
Luphume ngobuninzi uluntu lommandla wamatyotyombe iThabo Mbeki ukuya kunika imbeko kwimveku eminyaka mihlanu u-Andikhusele Mhaga kunye nodade wabo u-Alunamda (ominyaka mithathu) ngeCawe umhla wama 21 ...